IBALI LIKA NDIMPHIWE

  NdazalwakuCumakala ngomhla we 19/04/1988. Sizalwa sibahlanu mna ndingowesibini, sikhuliswe ngumama kuphela ndim ndedwa ophila nenkubazeko. Ndiyifumene inkxaso kumama kamama wam. Amabanga aphantsi ndiwafunde...