STORY OF NOZIKUMBUZO FLORENCE SILIMANDLELA UMAMA OPHILA NGENTSHOLONGWANE KA GAWULAYO

BACKGROUND

Igama lam ngu nozikumbuzo florence bons silimandlela.ndizalwa ngu violete nocwaka mbali babetshatile baza balizwa ngabantwana abahlanu ndingo wesithathu kubo. Isiduko sethu singo radebe.

Amabanga am apantsi ndawendza e methodist church wisile emonti ndaya kufunda ibanga lesine nelesi hlanu exabanisa higher primary school andizange ndikwazi ukuqhubeka ngenxa yentsokolo yabazali.

Ngokwase msebendzini ndaqala ukupangela emakitchini apha emonti kumzi womntu owaye ngu manager yakwa langerbheki wase wandifunela umsebendzi ema emaqweteni ngenxa yofumanisa ukuba isi ngesi ndiyasazi ndaqheshwa ngengo tea girl umntu wokwendza itea nalapho azange ndihlale xesha lide ndanyuselwa njenge toliki kuba abanye babe ngasazi isingesi baphinda bando nyusela nje nge messenger of the court ( umtunywa ).

ndaphinda ndapangela kwa sab shoe company njengomthengisi ( sales lady ) ndamka ke apho kuba baya bavala ( close down ) baya ebhayi ndaya kusebendza e score furnitures ngo 1997 bavala ndabake ndihlala phantsi kuba kwakusele kuqalisa ukubane mpilo eqala ubunkenenkene kuba ndandingazazi isino sakho sezempilo khanti ndichatshazelwe yintshologwane ka gawulayo.

Ndabaxelela nge birthday yam bayemkela zangebakolelwe i showed them pills no judgemental ndaya ndathathwa nyana wam owaye hlala ekapa ukuba ndibe phambi kwakhe.

Ndazifunela indawo yokuhlala igali rthabo mbeki ndaya ndazazisa kwi support group eyayi bizwa ngokuba yi ayabongwa sifundiswa ukuza mkela nokuyazi ukuba ayikophela kobomi xa uphila ne ntshologwane ka gawulayo hiv positive.

Nabano  mbono wokwendza i soup kitchen uzuzama ukuncephisa izinga labantu abangatyi mayeza treatment defaulters kwakungo 2000 imali yokuthenga izinto ndiyicela kunyana wam.

Ngo 2004 ndadibana mustader fin foundation kuba 1000 yayi bonisa ukuba iyabanceda abantu ndathetha no driver wabo u mangezi ndabuzaba bonceda abantu abatheni wandithumelela  eathlone ndifune i director kwi ofisi zabo ndaya ndamkelwa khona ngendlela endicinga nendenza ngayo kwangalo nyaka.

2006 , oyaphinda impilo yatshintsha xa ndibuya e clinic kwabonwa i tb spine e groote schuur kwabonwa ne menengitis.

FUTURE PLANS

Is to empower youth to sustain the project and also bakulise i project i hlale ihleli ingaze iphele noba sendingekho  basebendzise izakhona abazi fumene apha . Ofuna ukuzimela eyozimela nokufundisa abanye abasando kuzifumandisa ukuba bane ntshologwane bomelele kwaye babe khuthazeke kuba asiko phela kobom obo.

MESSAGE \ MYALEZO

Abangakazazi isimo sabo se hiv and aids mabangaba jongeli phantsi abasele bezazi kuba phambi kokuba uzazi ubunombono ebomini bakho ukuba ufuna ukwendza ntoni ke ubuya qubeka noba uyazazi ukuba mna ndazazi ngo 97 33 years iminyaka yam iyi 73 ndazalwa.

Leave a Reply