IBALI NGOBOMU BAM UKUYA EMPUMELELWENI BY NOMFUNDO MTIYA

Ndinguno Nomfundo Mtiya owazalelwa kumhlaba wakukomawi eHewu kwilali ekuthiwa yi Upper Lahlangubo .Ndizalwa yintombi yakwa Puma uMaduna Ntshagi noTate uGilbert Madoda Mtiya .

Ndizalwa Kubantwana abasixhenxe ndingoWokugqibela mna ukutcho untondo ngokwesixhosa .Ndaba ndim ndedwa owazalwa ekhubazekile ekhaya .Ndikhulile ndithandwa ndifunda kulo lali kuthiwa ungu Lahlangubo amabanga wam aphantsi . Kwathi kuba izikolo zasezilalini kumgama ukuya kuzo ndazokuwenza eMonti amabanga ama aphezulu kwisikolo ekuthiwa yiKhulani commercial high school apho kwakusenziwa ezobugcisa izifundo .

Ngenxa yamabhongo abazali bam ndingathi babcindizise kesiphuwikileyo isikolo kuba ke ndandithandwa ujeugo wutama wokuqhibela .audiwaku usluiya ngasomva usisi wam uThembeka Mtiya no sisi wam uNomlungelo ongase khoyo bayidlala inzima ebomini bamo Ndikhumbula iwiwi zokuqhala endandiza kuyo kuqhala eklulawi baye bandibiza kuyokuqhala ekhulawi baye bandibiza bandinchazela inekoyase lokisliwi ujengoko ndandiseka ezilalini .

Ukuba apha into ibizwa ujengo injalo ndilibele ukululichazela ukuba ndikhubazeke njani .ndathi xa ndiqhala ukuhamba ndiwamiuyaka ewithathu udaya udafa lomlenze wesekhohlo ndasiwa ko qhirha apha emonti ndafunyaniswa ukuba ndine poli bandi kuselakhe osisi bam belungisa intliziyo yam kwiziyto endandinodibana wazo .kodwa ke udiyaqonda bandinceda kuba ke zaba nganjena ukuvela batsho phantsi kuba ndingumntu owomelelyo andizange ndikhe ndigoduke ndiyoxola ukuba namhlanje udisezelwe eskolweni

Ndithe ndisakhula kusenjalo ndizizamela kubakhe isikolo esosam besifundisa ngento zobugcisa . Ndabangumntu othanda ukhuthengisa ndakhe ndayokuvela nalapho ndeyakufundiswa ngokwendza inwele ndayiyo I hairdresser kuthe kusenjalo ndabawela ukuya e John Knox Bokwe lengoku seyibizwa ngokuba yi FET COLLEGE yase BCM ,Ndendza isecretemia course . kuthe kusenjalo ndafumana unyana Ogama lingu Masimdumise ukhulile kebethu ndisiwa ndivuka ndingumama ndingu tata apho ndithanda khonabekungekho nayo endisilela kuyo kuba uthekhubakho ithubalokuya kufunda edolophini wakwazi naye ukuya ujengabo naba abantwana abawomama abangabakhubezanga , kuba aloku andizange ndazingela ukuba andinokwazi ukumfundisa kuba andihlelanga nje ndingumntu ozamayo .

Ndiphindile kusabukelwe ukuklwala kwalo ayama ndalizwa ugomunye ongu famila hayike kulapho ndibuvileyo ukuba ngumama oyedwa kuba besekuqhala nokungongophala kwemali nakwi cala (family) yam kodwa kuba ingabantu ongasoze ubabone ukuba kunzima ngabantu basenkonzweni bahlala bekuthixo ngalo ixesha . Ndizamile ndaxomoloza ndisiya kungekholula .Kwabakho into ethi kutheni ndinga zenzeli iCompany nje kukho infetha ethi abantu abakubazekileyo kuqalwa ngabo .Nda egistanisha nam ndafaka kwamaziko akwa rhulumenfe ndizama okukuzimela . ndinawe ndifumana inisebenzi puanapha .Sandi Nosomila kengoku ekhufuneka ndijongene waye ufunda efort Hare University ndabanesibindi wathi akhuthi uyaqlube keka akuba epase eKhulani high school ndathi makaye uthixo esimkhonzayo uzakuzibonela icebo lizakuzakha .Nangoku wayemgasoze nefanswa elinyexa etwe ufuna akufunayo angafumani sndincediswa nangu sisi wam endakulela kuye sekudekkuuingwe ndiyii ntombi yakhe yokuqhala .

Andizokuthi khange abekhona amaxa wokunzima kunziwa kona ukukulisa abantwana ugakumbi kukho nokubha ukhubazokile kodwa udaqaphela utoinye kuba umtwanabam indlela esivana ngayo nendlela abandixabisa ngayo njengomzali wabo .Kwezo meko ndikhuphe iqgwetha elingu Famila waye wancekelela esikolweni kwade kwangumnuzu wokuqhibela ,Ndikulile ndawo nje udiyazingca ukuba ngumama oyedwa onechallenges ebomini kodwa waqina wathi ndizakukwenza endikwaziyo ndibonise ilizwe ukuba nathi singomama abakubazekileyo sihamba izokhona zokubha ne family .Ndingabasluya uga ngasewa abamelwane bam abaye badlala iydiwa ebomini babanto ana bam . Audisathetha ngo sisi obakhulisileyo bade bangamadoda amadala UThemeka Mtiye .

Leave a Reply